“Utyelelo lwaMalungu aphesheya e-Korea”
Onke amalungu aphesheya kweelwandle athi owona mnqweno wawo kukutyelela e-Korea.
Kubo, i-Korea ngokwenene lilizwe elilangazelelwayo nelinqwenwayo, elibizwa ngokuba likhaya likaMama.
Babhabha besiya e-Korea ukundwendwela indawo engcwele apho akhoyo uMama Wokomoya, bafundisise iBhayibhile, baze baqeqeshwe ngevangeli yomnqophiso omtsha.
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala