USolomon, uGidiyon, kunye noMoses bazama ukwàla imiyalelo kaThixo,
besithi abakufanelanga ukwenza imiyalelo Yakhe.
Nangona kunjalo, uThixo walubona ukholo lwabo olungabonakaliyo, wabanyula.
UThixo waphinda wabanika amandla okwenza imisebenzi yabo.
Isizathu sokuba iBandla likaThixo lisekwe kwihlabathi jikelele
kukuba asikhangelanga ubuchule bethu xa sisenza umsebenzi kaThixo,
kodwa siye sakholelwa emandleni kaKristu uAhnsahnghong kunye noMama waseZulwini.
Konke bekungenxa yokuba siye saxhomekeka Kubo sàze saqhubela phambili.
“Ndinokuzenza izinto zonke, ndikulowo undomelezayo, uKristu.” KwabaseFilipi 4:13
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala