Abantu abafunda isifundo kuhambo lweminyaka engama-40 lwama-Sirayeli entlango baze bathobela uThixo benokholo kwisithembiso Sakhe baya kusikelelwa kuyo yonke into abayenzayo, ngaphandle kokucinywa kwincwadi kaThixo.
UThixo uYehova owasindisa amaSirayeli eYiputa, noYesu owaxolela izono zoluntu ngegazi Lakhe elixabisekileyo elaphalalayo emnqamlezweni, kunye noKristu Ahnsahnghong owabuyisela inyaniso kweli xesha bonke banguThixo omnye.
“Kothi, ukuba ùthe waliphulaphula ngenkuthalo izwi likaYehova uThixo wakho, ukuba ugcine wenze yonke imithetho yakhe endikuwiselayo namhla, uYehova uThixo wakho akuphakamise ngaphezu kweentlanga zonke zehlabathi” Duteronomi 28:1
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala