UYesu waxelela abafundi Bakhe ukuba bafunde isifundo emthini womkhiwane ukuze asifundise ixesha lokubonakala Kwakhe kwakhona kulo mhlaba ngentshabalalo kunye nenkululeko kaSirayeli ofaniswa nomkhiwane.
UKristu Ahnsahnghong wasizalisekisa isiprofeto somkhiwane kunye nesiprofeto sikaKumkani uDavide. Uye wasazisa ngoThixo uMama eZiyon, awammilisela ngePasika yoMnqophiso oMtsha kwiXesha likaMoya oyiNgcwele. Yena nguThixo oya kusisindisa.
“Wufundeni ke umzekeliso kuwo umkhiwane: xa selithe lathamba isebe lawo, lahluma amagqabi, niyazi ukuba likufuphi ihlobo. Ngokukwanjalo nani, xa nithe nazibona zonke ezo zinto, yazini ukuba kukufuphi, sekusemnyango.” Mateyu 24:32–33
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala