“Isidlo sangokuhlwa sokugqibela” ngumsebenzi wobugcisa owaziwa kakhulu ngabantu kwihlabathi liphela. UYesu wayelangazelela ukugcina iPasika yoMnqophiso Omtsha. Kungale nyaniso kuphela apho sinokukhokelwa nguThixo ngokuchanekileyo ukuba sihambe ngendlela ekhokelela eZulwini.
IPasika ngumthendeleko abanconywa ngawo uYosiya, uHezekiya, noYoshuwa ngokuwubhiyozela. Lo mthendeleko wobomi ubazisele iintsikelelo ezininzi kunye noloyiso kumadabi.
Ngexesha loMoya oyiNgcwele, uluntu lunokufumana ubomi kunye nesithembiso saseZulwini xa lubhiyozela iPasika ngokomzekelo kaKristu Ahnsahnghong kunye noThixo uMama.
“Kuba ndininike umzekelo, ukuze nani nenze, njengoko ndenzé ngako mna kuni.” Yohane 13:15
“Wathi kubo, Asikuko nokuba ndinqwenile ukuyidla nani le pasika, ndingekabuva ubunzima.” Luka 22:15
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala