ngoMhla Wovuko Imibhiyozo yonqulo yeCawa yamaKatolika nezinye iicawa ezinamaqanda abilisiweyo nemivundla ayizange ivele eBhayibhileni.
Zazivela kunqulo lwesithixokazi iIsta.
Ukuba abantu bakaThixo bayathelela kunqulo lweIsta, baya kufikelwa ziintlekele.
I World Mission Church Of God igcina uMhla woVuko ngokweBhayibhile ngokuqhekeza isonka njengoko uYesu nabafundi bakhe benza kwiminyaka engama-2,000 eyadlulayo.
Kwathi, ekungqengqeni kwakhe ngasesithebeni ndawonye nabo, wasithabatha isonka, wasikelela, waqhekeza, wabanika. Avulwa ke amehlo abo, bamazi; wathi shwaka yena kubo. Luka 24:30–31
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala