Bani Umfazi Ka-Adam, uEva,?
Ebudeni beentsuku ezintandathu zeNdalo, uThixo wenza
imfuyo nezilwanyana zasendle waza wadala uAdam
noEva ekugqibeleni kuzo zonke ngosuku lwesithandathu.
Oku yayikukungqina ngesiprofeto sika-Adam no-Eva—
uMoya noMtshakazi abaya kubonakala ngexesha
likaMoya oyiNgcwele ukuze banike uluntu amanzi obomi.
IBandla likaThixo likholelwa kuAdam wokugqibela,
kuKristu uAhnsahnghong oza okwesibini, kunye noEva
wokugqibela, uThixo uMama.
Ukufa ke kwalawula, kuthabathela kuAdam kwezisa kuMoses, nakwabo bangonanga ngokufana nesigqitho sika-Adam, oyintsobi yalowo ubeza kubakho. KwabaseRoma 5:14
UAdam walibiza igama lomkakhe ngokuthi nguEva,• ngokuba yena engunina wabaphilileyo bonke. Genesis 3:20
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala