KwanoAleksandire Omkhulu, umthetheli-mkhosi obalaseleyo owoyisa inxalenye yesine yehlabathi, wayengumntu nje ojongene nokufa.
UThixo ufundisa uluntu ukuba ubutyebi, imbeko namandla ehlabathi azinto zanto xa sijongene nokufa, kodwa ubukumkani bamaZulu buzaliswe luvuyo olungunaphakade.
Umzimba owonakalayo awunakungena kubukumkani bamaZulu, kodwa ngulowo unobomi obungunaphakade kuphela onokungena.
Ngoko ke, masithabathe inxaxheba kwidinga elingcwele lobomi obungunaphakade [iPasika] esalinikwa nguThixo.
Azosule uThixo zonke iinyembezi emehlweni abo, Kungabi sabakho kufa, Kungabi sabakho nasijwili, nakukhala, nantlungu; Ngokuba izinto zokuqala zigqithile. ISityhilelo 21:4
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala