UThixo weza kulo mhlaba ukubonisa uluntu
indlela eya ezulwini kunye nendlela yoxolelo
lwezono.
Nangona kunjalo, uninzi lwabantu lwalungamqondi
uYesu oweza esenyameni, kodwa lwasuka lwamtshutshisa,
lusithi lihlelo, lusithi: “Angathini na umntu ukuba
unguThixo?” baza ekugqibeleni bambethelela
emnqamlezweni.
Ngokunjalo, namhlanje, abakholelwa kuKristu
Ahnsahnghong, oweza kwakhona ukuze asindise
uluntu.
Ukuze singabi njengabo babethelela uYesu
emnqamlezweni baza balushiya usindiso
kwiminyaka engama-2,000 eyadlulayo, kufuneka
sigcine imithendeleko yomnqophiso omtsha
eZiyon, indlu kaThixo owathembisa ukuza
ngemihla yokugqibela, samkele uThixo
uAhnsahnghong noThixo uMama oze kulo
mhlaba esenyameni.
Mna noBawo sibanye. Abuya ngoko amaYuda
achola amatye ukuba amxulube. . . .
Amphendula amaYuda esithi, Asikuxulubeli
msebenzi mhle, sikuxuluba ngokuba unyelisa;
nangokuba wena usithi, ùngumntu nje, usuke
uzenze uThixo.
Yohane 10:30–33
ngokunjalo uKristu, esondezwe kwaba kanye,
ukuba asithwale asisuse isono sabaninzi, uya
kuthi okwesibini, ngaphandle kwesono, abonakale
kwabo bamlindileyo, ezisa usindiso.
Hebhere 9:28
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala