UBawo uAhnsahnghong wasifundisa ukuba kukho uSapho lwaseZulwini kubukumkani bamazulu waze wasivusa kwinto yokuba sinoThixo uMama kunye nabazalwana noodade basezulwini.
Kwaye uphinde wasiyalela esithi “Thandanani” kanye njengoko esithandile Naye.
Kanye njengokuba uThixo wasithanda kangangokuba wade wanyamezela ukufa emnqamlezweni, nathi sinokuwuzalisekisa umthetho ongaphakathi kuthi ngokudlulisa uthando olufanayo kwihlabathi.
Amalungu eBandla likaThixo akubeka phambili ukuphila ngomthetho othi “Thandanani,” enenjongo yokuba wonke umntu, afumane ukuxolelwa kwezono, azuze usindiso, aze angene kubukumkani bamazulu, hayi amalunga kuphela.
Ndiniwisela umthetho omtsha, wokuba nithandane, njengoko ndinithandileyo nina, ukuze nani nithandane.
Ngayo le nto baya kwazi bonke, ukuba ningabafundi bam, ukuba nithe nathandana.
Yohane 13:34–35
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala