UMpostile uYohane waprofeta wathi nguMoya noMtshakazi kuphela abanokunika uluntu amanzi obomi.
Sinokwazi ukuba ngubani uMoya noMtshakazi ngokuphonononga amazwi eBhayibhile;
UThixo wadala indoda nenkazana ngokomfanekiselo kaThixo kwaye iYerusalem ephezulu nguMama wethu njengoko kubhaliwe kwincwadi yamaGalati.
BanguBawo uKristu uAhnsahnghong, oweza njengoMoya, noThixo uMama.
UMbutho WoMsebenzi Welizwe IBandla likaThixo kulapho uThixo uBawo noThixo uMama babiza uluntu ukuba luze ukuze lufumane ukuxolelwa kwezono, ubomi obungunaphakade, kunye nosindiso.
Isizathu sokuba ibandla lisebenzise izibizo ezithi “Bawo”, “Mama”, “Mzalwana” nelithi “Dade” kungenxa yokuba lonke uluntu lungamalungu osapho lwasezulwini.
UThixo nguBawo wethu kunye noMama wethu.
UMoya nomtshakazi bathi, Yiza. Lowo uvayo makathi, Yiza. Lowo unxaniweyo makeze; lowo uthandayo, makawathabathe amanzi obomi ngesisa.
IsiTyhilelo 22:17
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala