UYesu wathembisa ngobomi obungunaphakade kwabo
bathabatha inxaxheba kwisonka newayine yePasika.
Ukuba siyakholwa kuYesu, kufuneka silandele iimfundiso Zakhe.
UYesu wayalela abantu Bakhe ukuba bagcine iPasika.
Ngoko myalelo Wakhe, uPetros noYohane bagcina iPasika,
uMpostile uPawulos, oyintsika yeBandla lamandulo,
wayigcina, yaye nathi, amalungu eBandla likaThixo siyigcina ingcwele.
Ukuze anike ubomi obungunaphakade ebantwini abafanele ukufa emva kokuzalwa,
ukuze abenze abantwana bakhe, uThixo usinike umzimba negazi Lakhe.
UKristu uAhnsahnghong uyivuselele iPasika, eyabhangiswa ngomnyaka AD 325.
NguThixo wethu, noMsindisi wethu kwixesha likaMoya oyiNgcwele.
Wathi kubo, “Bendilangazelela kakhulu ukuyidla
nani le Pasika, ndingekabuva ubunzima.” ULuka 22:15
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala