Ukuze abantwana Bakhe bangalandeli amasiko angendawo ehlabathi, uThixo wanika umthetho. Wanikela umnqophiso omtsha, igazi likaKristu, njengendlela yokusondezwa kuThixo.
Kanye njengokuba abantu abavalelweyo kweli hlabathi behluthwa amalungelo abo njengabemi, lonke uluntu olona ezulwini lwaza lwaphoswa emhlabeni luphulukene nelungelo lwalo njengentsapho yasezulwini. Nangona kunjalo, uKrestu Ahnsahnghong noThixo uMama beza basivulela indlela yentsikelelo kwakhona.
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala