UThixo uthembise ukuba uya kusimisela njengeekumkani kubukumkani bamazulu.
Ukuze uluntu luhambe ngomendo ofanelekileyo njengeekumkani ngokuvumelana nentando kaThixo, into efunekayo lukholo lokwenza ngokuvisisana namazwi Wakhe, hayi ngokwembono yomntu kodwa ngokwembono kaThixo.
Zonke iindlela ezibonakala zinzima, zilukhuni, nezilucelomngeni ngokwembono yabantu zizele luthando neentsikelelo xa zijongwa ngokwembono kaThixo.
Ke ngoko, amalungu eBandla likaThixo ahamba umendo wokholo, esenza isaci seBhayibhile, “Landela naphi na apho uThixo akhokele khona,” owona mgaqo wabo mkhulu wesikhokelo.
Kuba iingcinga zam asizizo iingcinga zenu, neendlela zenu asizizo iindlela zam, utsho uYehova.
Inene, njengokuba izulu liwuphakamele umhlaba, ngokunjalo iindlela zam ziziphakamele iindlela zenu, neengcinga zam ziziphakamele iingcinga zenu.
Isaya 55:8–9
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala