Ihlabathi liphela libhiyozela ukuzalwa kukaYesu rhoqo nge-25 kaDisemba, iKrismesi.
Nangona kunjalo, akukho nanye indinyana yeBhayibhile ethi uYesu wazalwa ngoDisemba 25.
Ukutyhubela imbali, sinokuqonda ukuba iKrismesi yaqala ngomhla wokuzalwa kothixo welanga uMithra.
IBandla likaThixo elasekwa nguAhnsahnghong uKrestu oweza okwesibini,
aliyibhiyozeli iKrismesi, umhla wokuzalwa kothixo welanga, nto leyo engafumanekiyo eBhayibhileni.
“UDisemba 25 asingomhla wokuzalwa kukaYesu, kodwa ngowothixo welanga.
IKrismesi yavela kumbhiyozo wabahedeni welanga elingoyiswayo.”
-Ensayklophidiya Brithanika-
“IKrisimesi ayizange imiselwe nguThixo, okanye isekelwe eBhayibhileni.”
-Sayklophidiya yebhayibhile, Uncwadi Lwezakwalizwi kunye Nentshumayelo-
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala