Xa amaSirayeli ayephuma eYiputa, uThixo waqala watyhila amandla ePasika, waza wavakalisa iPasika ngoMthetho kaMoses, ebayalela ukuba bayigcine kwizizukulwana ngezizukulwana ngexesha elimisiweyo.
Kamva, abantu bakaThixo badunyiswa baza bakhuselwa kwiintlekele emva kokugcina iPasika, yaye uYesu wayigcina iPasika nabafundi Bakhe, ebanika intsikelelo yobomi obungunaphakade.
Ekubeni iPasika yabhangiswa ngo-AD 325, zonke iicawa bezigcina izithethe zothixo wobuhedeni.
Nangona kunjalo, amalungu eBandla likaThixo ayakuqonda ukubaluleka kwePasika, awathi uThixo wayalela abantu Bakhe ukuba bayibhiyozele kwizizukulwana ezizayo, ngeemfundiso zikaKristu uAhnsahnghong noThixo uMama, baze bayigcine.
Ukumkani wabawisela umthetho abantu bonke,
wathi, Yenzani iPasika kuYehova, uThixo wenu,
ngoko kubhaliweyo encwadini yalo mnqophiso. . .
Ngaphambi kwakhe akubangakho kumkani unjengaye,
ubuyeleyo kuYehova ngentliziyo yakhe yonke,
nangomphefumlo wakhe wonke, nangamandla akhe
onke, ngokomyalelo wonke kaMoses; nangasemva
kwakhe akuvelanga unjengaye.
2 OoKumkani 23:21–25
Wathi ke yena, Hambani niye kuwo umzi, kuthile,
nithi kuye, Uthi uMfundisi, ixesha lam likufuphi;
ndiya kuyenzela kuwe ipasika nabafundi bam.
Abafundi benza ke ngoko uYesu abebayaleze
ngako, bayilungisa ipasika.
Mateyu 26:18–19
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala