Kuxa uThixo esiza kuphela apho uluntu luya kuthi luyiqonde inyaniso yomthi wobomi luze lungene kubukumkani bamazulu.
Abantu bamtshutshisa kwaye bambethelela uYesu, oweza emhlabeni ukuze basindiswe, ukanti uKristu uAhnsahnghong weza kulo mhlaba kwakhona ukuze asindise kwaye anike ubomi kubantwana Bakhe.
Njengoko kubhaliwe kwathiwa, “Uya kuthi okwesibini abonakale kwabo bamlindileyo ezisa usindiso.” uKristu uAhnsahnghong weza kulo mhlaba, waza wasifundisa ngePasika yomnqophiso omtsha uluntu elaluphulukene nayo, wazalisekisa zonke iziprofeto zikaKumkani uDavide, waze watyhila uMama waseZulwini iYerusalem.
Ngenxa yoku, amalungu eBandla likaThixo namhlanje anokuba nethemba lobukumkani bamazulu eZiyon.
Ke kwanjengokuba ke abantu bemiselwe
ukuba bafe kube kanye, ize ke emveni
koko ibe ngumgwebo:
ngokunjalo uKristu, esondezwe kwaba
kanye, ukuba asithwale asisuse isono
sabaninzi, uya kuthi okwesibini, ngaphandle
kwesono, abonakale kwabo bamlindileyo,
ezisa usindiso.
KumaHebhere 9:27–28
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala