Isizathu sokuba abangcwele beBandla lokuqala babe nokholo olukhulu kuzo zonke iintshutshiso nobunzima obuninzi yayikukuba baluqonda uthando olukhulu lukaKristu ngedini Lakhe emnqamlezweni nangomnqophiso omtsha baza bashumayela iindaba ezilungileyo, besoloko benethemba lobukumkani bezulu obungunaphakade ezintliziyweni zabo.
Nabani na oqhuba ivangeli ukuze azenelise uye atyhafe ngokulula aze anikezele ngokukhawuleza, kodwa xa siqhuba umsebenzi wevangeli, siqonda ngokupheleleyo ukuba uBawo uKristu uAhnsahnghong noThixo uMama bathwala zonke izono zethu, sizala luvuyo nethemba, ngokufanayo noMpostile uPawulos.
Kuba wenjenje uThixo ukulithanda kwakhe ihlabathi, ude wancama uNyana wakhe okuphela kwamzeleyo, ukuze bonke abakholwayo kuye bangatshabalali, koko babe nobomi obungunaphakade.
Yohane 3:16
Ngubani na oya kusahlula eluthandweni lukaKristu? Yimbandezelo na, luxinaniso na, yintshutshiso na, yindlala na, bubuze na, yingozi na, likrele na? . . .
nabunzulu, nasinye isidalwa esisimbi, asiyi kuba nako ukusahlula thina eluthandweni lukaThixo, olukuye uKristu Yesu, iNkosi yethu.
KwabaseRoma 8:35–39
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala