Abaprofeti ababhala iBhayibhile babephila ngamaxesha awahlukahlukeneyo yaye benemisebenzi eyahlukahlukeneyo nobuntu obahlukahlukeneyo, ukanti bephefumlelwe nguMoya OyiNgcwele kaThixo, bashiya iziprofeto ezingaguquguqukiyo, ezisikhanyisela “ngesizathu sokuba uluntu luze kulo mhlaba nalapho singise khona.”
Ekubeni iBhayibhile iyinyani, kufuneka sikholelwe kwiziprofeto ezingoKristu uAhnsahnghong noThixo uMama.
Incwadi kaIsaya yaprofeta ngokubandezeleka kukaYesu kwiminyaka engama-700 ngaphambi kokuza Kwakhe, yaza incwadi kaYobhi yabhala umjikelo wamanzi nesibakala sokuba umhlaba uxhonywe enyanyeni kwiminyaka engama-3,500 eyadlulayo, izibakala ezafunyanwa yinzululwazi ngenkulungwane ye-17 kuphela.
Sonke isibhalo, siphefumlelwe nguThixo nje, sikwancedela ukufundisa, ukohlwaya, ukululeka, ukuqeqesha okusebulungiseni,
ukuze umntu kaThixo afaneleke, exhobele wonke umsebenzi olungileyo.
2 KuTimoti 3:16–17
Úlaneka izulu langasentla enyanyeni, Axhome ihlabathi phezu kokungeni.
UYobhi 26:7
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala