Kanye njengokuba zininzi izinto zomgunyathi ezilinganisa iimpawu zodidi oluphezulu ehlabathini, nazo zininzi iicawa zobuxoki. Ukufumana ibandla lokwenyani apho kukho usindiso, okokuqala, igama lalo limele ukuba “liBandla likaThixo,” okwesibini, limele lisekwe nguThixo ubuqu, yaye okwesithathu, limele libe nenyaniso yeBhayibhile.
IBhayibhile iyangqina ukuba ibandla lenyaniso elabuyiselwa nguKristu uAhnsahnghong noThixo uMama AbanguMoya noMtshakazi, neligcina zonke iinyaniso kuquka nomhla weSabatha kunye nePasika eyagcinwa nguYesu, yiZiyon, indawo yokusabela nosindiso alulungisileyo uThixo.
Wafika eNazarete, apho waye ondlelwe khona,
wangena ngokwesiko lakhe ngomhla wesabatha
endlwini yesikhungu, wesuka wema ukuba alese. . . .
Luka 4:16
UPawulos, umpostile kaYesu Kristu,
obizwe ngokuthanda kukaThixo,
noSostenes umzalwana, ubhalela
ibandla likaThixo eliseKorinte, . . .
1 KwabaseKorinte 1:1–2
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala