Umthetho woMyezo wase-Eden, umthetho womnqophiso omdala, nomthetho womnqophiso omtsha owamiselwa nguYesu yonke yamiselwa nguThixo uElohim ukuze anike uluntu uzuko oluqaqambileyo nolonwabo kwixesha elizayo.
Namhlanje, uThixo usifundisa esebenzisa abaprofeti abaninzi, kuquka umprofeti uDaniyeli, ukuba ukuphambuka kwimiyalelo nemithetho kaThixo kugqalwa njengokuchasa umthetho, ubungendawo nemvukelo.
Amalungu eBandla likaThixo akrola ezintliziyweni zawo iimfundiso zikaKristu uAhnsahnghong noThixo uMama, abayalele ukuba angayityesheli neyona mfundiso incinci kaThixo kodwa enze ngokweBhayibhile.
Ekubeni uYesu wamisela umthetho womnqophiso omtsha wada wamisela nomzekelo wokuwugcina, bagcina imithendeleko esixhenxe ngezihlandlo ezithathu, kuquka iSabatha nePasika.
[A]thethe amazwi okuchasana nOsenyangweni, . . . acamange ngokuwenza wambi amathuba nomthetho, . . .
Ke abagwebi baya kuhlala phantsi, balisuse igunya lakhe, ukuze litshabalale lidake, kude kuse ekupheleni.
Ubukumkani, negunya, nobukhulu bezikumkani phantsi kwamazulu onke, buya kunikwa abantu abangcwele bOsenyangweni; ubukumkani bakhe bubukumkani obungunaphakade, . . .
Daniyeli 7:25–27
Ndimbhalela into eninzi yemiyalelo yam; bayicingela into engento.
Hoseya 8:12
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala